Inguqulelo ka isithonga ingesiNgesi:

isithonga

bang

isibizo (class 7, isininzi izithonga)

  • 1

    bang
    Isithonga sompu soyikise iintaka The bang of the gun frightened the birds
  • 2

    (from being hit)
    blow
    knock
    Uve isithonga esibuhlungu emqoleni wakhe She felt a painful blow on her back