Inguqulelo ka isixhobo ingesiNgesi:

isixhobo

device

isibizo (class 7, isininzi izixhobo)

  • 1

    device
    Isixhobo sokuva sinceda umntu ongeva kakuhle A hearing device helps somebody who cannot hear properly
    Esi sixhobo sivula iitoti This device opens tins
  • 2

    instrument
    Esinye isixhobo esibalulekileyo somculo yipiyano Another important instrument for music is a piano
  • 3

    implement
    utensil
    Ikhuba sisixhobo sasefama A plough is a farm implement