Inguqulelo ka isizalwana ingesiNgesi:

isizalwana

relative

isibizo (class 7, isininzi izizalwana)

  • 1

    relative
    relation
    Abahlobo, izizalwana nabazali babaluleke kakhulu ebomini bomntu Friends, relatives and parents are very important in a person's life