Inguqulelo ka ithanga ingesiNgesi:

ithanga

pumpkin

isibizo (class 5, isininzi amathanga)

  • 1

    pumpkin
    Uze uxabele ithanga elinye ulinqunqe You must take one pumpkin and cut it into pieces
  • 2

    thigh
    Sipho, ubulijonge ntoni ithanga lale ntombazana? Sipho, why did you look at this girl's thigh?