Inguqulelo ka iyeza ingesiNgesi:

iyeza

medicine

isibizo (class 5, isininzi amayeza)

  • 1

    medicine
    Iyeza elivula isifuba ngokukhawuleza lenza ngcono ukuphefumla A medicine that opens up the chest makes breathing easier