Inguqulelo ka kambe ingesiNgesi:

kambe

by the way

isihlomelo

  • 1

    by the way
    Kambe akukho ndawo singxamele kuyo By the way, we are not rushing anywhere
  • 2

    of course
    Zininzi kambe iindlela zokufa There are, of course, many ways to die