Inguqulelo ka kwanjalo ingesiNgesi:

kwanjalo

similarly

isihlomelo

  • 1

    similarly
    in that way
    in that manner
    in the same way
    UJongephi wolula isandla, noLinda wenza kwanjalo, baxhawulana Jongephi extended his hand, and Linda did so in the same way, and they held hands