Inguqulelo ka kwawo ingesiNgesi:

kwawo

its

isimnini

  • 1

    its
    Ukuvuthuluka kwawo amagqabi, umthi uyoma At the shedding of its leaves, a tree withers
  • 2

    their
    Ekufikeni kwawo la madoda, afune iinkcukacha kuNoxolo On their arrival, these men demanded details from Noxolo