Inguqulelo ka ngakumbi ingesiNgesi:

ngakumbi

especially

isihlomelo

  • 1

    especially
    particularly
    Waba nemincili ngakumbi akubona unyana wakhe She became more excited, especially after seeing his son
  • 2

    even more so
    to a greater extent
    Baphosa imali ngakumbi ebantwini abahluphekileyo They threw money, even more so to the poor people