Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ngani in isiXhosa

: ngani1ngani2

ngani1

about what?

(ngantoni)

isibuzi

  • 1

    about what?
    Bamelwane, niza ngani na? Neighbours, about what have you come here?
    Bathetha ngantoni abalinganiswa? What are the characters talking about?
  • 2

    with what?
    Uya kubusula ngantoni ubuso bakho? What will you wipe your face with?
  • 3

    how?
    Wazi ngani ukuba silapha? How do you know if we are here?
  • 4

    by means of what?
    how?
    Uhamba ngantoni, Ziyeka? By means of what are you travelling, Ziyeka?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ngani in isiXhosa

: ngani1ngani2

ngani2

through you

isihlomelo sesixhobo

  • 1

    through you
    by means of you
    Sifumene indlela yokufika kule ndlu ngani We found the way to this house through you
  • 2

    about you
    Bathetha kakuhle ngani bonke abantu All the people say nice things about you
  • 3

    towards you
    Abahlobo benu banobubele obukhulu ngani Your friends show great kindness towards you