Inguqulelo ka njalo ingesiNgesi:

njalo

like that

isihlomelo

  • 1

    like that
    in that way
    Ndiyathemba ukuba kuyakuba njalo I believe that it will be like that
  • 2

    always
    constantly
    Isikhululo samapolisa sivuliwe njalo, emini nasebusuku The police station is always open, day and night