Inguqulelo ka njengokuba ingesiNgesi:

njengokuba

as

isihlanganisi

  • 1

    as
    Into oyicingayo, ayilula njengokuba usitsho What you think is not as easy as you are saying
  • 2

    since
    Zwelinzima nyana wam njengokuba wafika nje kweli khaya awuzange uwunike kuzola umphefulo wam Zwelinzima my son, since you came home, you have never given my soul rest