Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tu in isiXhosa

: tu1tu2

tu1

completely

isihlomelo

  • 1

    (used to emphasise something)
    completely
    totally
    Akakwazi tu ukuthetha She's totally unable to speak
    Aphelile tu amaphupha akhe okuba ngumntu ofundileyo Her dreams of being an educated person are completely over

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tu in isiXhosa

: tu1tu2

tu2

of being quiet

isifanekisozwi

  • 1

    of being quiet
    of being silent
    Bathi tu abantu, abamphendula The people are silent and do not answer him