Inguqulelo ka ubawo ingesiNgesi:

ubawo

(my/our) father

isibizo (class 1a, isininzi oobawo)

  • 1

    (my/our) father
    Ubawo ndimazi mfiliba, kuba wasishiya zingekathi dadobawo ncam kum I have a vague picture of my father because he died whilst we were still very young
  • 2

    God
    Makube lubabalo kuni, noxolo oluvela kuThixo uBawo wethu Let there be grace and peace from God, our Father, among yourselves
  • 3

    Mr (so and so)
    Ngaloo mini yomngcwabo uBawo uTato wathetha kabuhlungu ngomfundisi wakhe On that day of the funeral, Mr Tato spoke painfully about his priest