Inguqulelo ka ubhuti ingesiNgesi:

ubhuti

elder brother

isibizo (class 1a, isininzi oobhuti)

  • 1

    (traditional)
    elder brother
    Ubhuti kwafuneka ukuba aze kundincedisa My elder brother had to come and help me
  • 2

    brother
    friend
    Hayi, torho bhuti, khawuyeke ukujayiva! Hey, brother, stop jiving!
    Ewe, siphilile bhuthi Yes, we're fine, my friend

Usetyenziso

'Ubhuti' is often used as a friendly and informal term to address a boy a man. But if the man is of your father's generation, you would address him as 'utata', not 'ubhuti'.