Inguqulelo ka ubuhlungu ingesiNgesi:

ubuhlungu

pain

isibizo (class 14)

  • 1

    (emotional)
    pain
    Ndithanda ukuvakalisa ubuhlungu bentliziyo yam I wish to express the pain in my heart
    → See intlungu
  • 2

    (physical)
    ache
    pain
    Ubuhlungu besisu sam benza ukuba ndingayiva enye into My stomach ache makes me insensitive to other feelings
  • 3

    venom
    Ubuhlungu berhamba busemlonyeni walo The venom of the mountain adder is in its mouth