Inguqulelo ka ubuncwane ingesiNgesi:

ubuncwane

luxury

isibizo (class 14)

  • 1

    luxury
    Unambitha ubuncwane bedolophu He enjoys the luxury of town life
  • 2

    comfort
    Masibuve ubuncwane bamazwi akho enkuthazo Let us hear the comfort of your words of encouragement
  • 3

    riches
    Abandwendweli babuthathela kubo bonke ubuncwane beli lizwe The imperialists took all the riches of this country