Inguqulelo ka ubungakanani ingesiNgesi:

ubungakanani

size

isibizo (class 14)

  • 1

    size
    Ubungakanani befonti bubalulekile kwitekisi The font size is important in a text
  • 2

    amount
    Ubungakanani bamanzi edamini abuwonelanga The amount of water in the dam is not sufficient