Inguqulelo ka uFebhruwari ingesiNgesi:

uFebhruwari

February

isibizo (class 1a)

  • 1

    February
    Siza kuhamba ngoFebhruwari We'll go in February
    Itheko lokuthi ndlelantle lalingomhla wesi-3 kuFebhruwari wama-2003 His farewell function was on 3 February 2003

Usetyenziso

See 'eyoMdumba', the traditional name for this month.