Inguqulelo ka umbungu ingesiNgesi:

umbungu

caterpillar

isibizo (class 3, isininzi imibungu)

  • 1

    caterpillar
    larva (of insect)
    Imibungu ijika ibe ngamabhabhathane Caterpillars turn into butterflies