Inguqulelo ka umfundisi ingesiNgesi:

umfundisi

reverend

isibizo (class 1, isininzi abafundisi)

  • 1

    reverend
    minister of religion
    priest
    missionary
    Umfundisi wayelikhonze ibandla iminyaka emashumi mane The priest has served the congregation for forty years
    UMfundisi uGuzana wafika entlanganisweni emva kwemini Reverend Guzana arrived at the meeting in the afternoon

Usetyenziso

The title 'uMfundisi' is sometimes abbreviated as 'uMfu'. When 'uMfundisi' is used as a title, it should have a capital letter.