Inguqulelo ka umgaqo ingesiNgesi:

umgaqo

rule

isibizo (class 3, isininzi imigaqo)

  • 1

    rule
    Umgaqo kukuba wonke umntu makafumane ithuba lokuthetha The rule is that everybody must get an opportunity to speak
  • 2

    road
    track
    Bawuwela ndawoni umgaqo abahambi ngeenyawo? Where do the pedestrians cross the road?