Inguqulelo ka umgudu ingesiNgesi:

umgudu

effort

isibizo (class 3, isininzi imigudu)

  • 1

    effort
    Imigudu yakhe yokufumana umsebenzi yawa phantsi His efforts to get work were unsuccessful