Inguqulelo ka umphathiswa ingesiNgesi:

umphathiswa

minister

isibizo (class 1, isininzi abaphathiswa)

  • 1

    (in government)
    minister
    cabinet minister
    UMphathiswa wezeMfundo unamagunya okuhlola intsebenzo yeziphathamandla zemfundo The Minister of Education has powers to assess the performance of education authorities
  • 2

    premier
    umphathiswa waseGauteng the premier of Gauteng