Inguqulelo ka umqolo ingesiNgesi:

umqolo

back

isibizo (class 3, isininzi imiqolo)

  • 1

    (person or animal)
    back
    Umqolo wakho uphandle; uza kugodola Your back is bare; you will get cold
  • 2

    (in a poem)
    line
    Umqolo wokuqala usalathisa umhlaba ukuba unjani The first line tells us about the nature of the soil
  • 3

    spine
    backbone