Inguqulelo ka undwendwe ingesiNgesi:

undwendwe

guest

isibizo (class 11, isininzi iindwendwe)

  • 1

    guest
    visitor
    Undwendwe luxabiseke ngaphezulu kunabantu balapha ekhaya A guest is more respected than the household members