Inguqulelo ka unjalo ingesiNgesi:

unjalo

(you) are like that

isibanjalo

  • 1

    (you) are like that
    Unjalo ke wena, yise kaLindile, usoloko ungqinela unyana wakho ekucekiseni iintombi zabantu You are like that, Lindile's father, you always support your son, in hating other people's daughters
  • 2

    (she/he) is like that
    Unjalo ke umntu onesikhwele So, a jealous person is like that
  • 3

    (it) is like that
    Unjalo umzi wamaGwali The homestead of the Gwalis is like that