Inguqulelo ka uqikelelo ingesiNgesi:

uqikelelo

(weather) forecast

isibizo (class 11)

  • 1

    (weather) forecast
    Uqikelelo lwemo yezulu lupapashwa kumaphephandaba yonke imihla The weather forecast is published in newspapers every day
  • 2

    estimation
    Uqikelelo lwenkcitho lunceda inqununu An estimation of expenditure helps the principal