Inguqulelo ka usiba ingesiNgesi:

usiba

feather

isibizo (class 11, isininzi iintsiba)

  • 1

    feather
    Mandulo, umntu wayenikwa usiba lwendwe akwenza isenzo esihle In the olden days, a person was given the feather of a blue crane for doing a good deed
  • 2

    pen
    Ubhala ngosiba She's writing with a pen
    → Synonym of ipeni