Inguqulelo ka uthango ingesiNgesi:

uthango

kraal

isibizo (class 11, isininzi iintango)

  • 1

    kraal
    Uthango lukayihlo lungaze lumile ngca Your father's kraal must never grow grass
  • 2

    fence
    hedge
    Uthango lona lolwesamente yaye lumhlophe-bumthubi The fence is made of bricks and is painted cream