Inguqulelo ka yayo ingesiNgesi:

yayo

their

isimnini

  • 1

    their
    Yonke imizi yayinemizana yayo All the homesteads had their smaller homesteads
  • 2

    her/his/its
    Zoba iflegi yesizwe uze uyifake imibala yayo Draw the national flag and put in its colours
  • 3

    its
    Uyayazi inkuku nemikhuba yayo? Are you familiar with the hen and its habits?
  • 4

    her/his/its
    Yonke into inentsusa yayo Everything has its cause