Inguqulelo ka yodwa ingesiNgesi:

yodwa

alone

isimelabizo soquko

  • 1

    alone
    on their own
    only
    Abantu abavela entlango badla imifuno yasendle yodwa People who come from the desert live on wild vegetables only
  • 2

    alone
    only
    on its own
    Kaloku inkosi ilala yodwa Remember, the chief sleeps alone