Inguqulelo ka yona ingesiNgesi:

yona

they

isimelabizo soqobo

  • 1

    they
    Yona (imizi) ithe qhakra ngugesi They (the households) are brightly lit with electricity
  • 2

    she/he/it
    Yona (ingonyama) ilele phantsi komthi It (the lion) is sleeping under the tree